Udaniyeli 4:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Imiqondiso yakhe, hayi ukuba mikhulu kwayo! Izimanga zakhe, hayi ukuba namandla kwazo! Ubukumkani bakhe bubukumkani obungunaphakade, igunya lakhe likwizizukulwana ngezizukulwana.

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:1-12