Udaniyeli 4:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko, kumkani, icebo lam malikholeke kuwe, uzaphule izono zakho ngobulungisa, nobugwenxa bakho ngokubababala abaziintsizana, ukuba kungĂ  kungoluka ukuchulumacha kwakho.

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:21-36