Udaniyeli 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ke anithanga nindazise iphupha, mnye umthetho kuni; ngokuba nibhungé ngokuthetha amazwi angamanga, onakalisayo, phambi kwam, lide ixesha libe lilimbi. Ngako oko ndityeleni iphupha elo, ndázi ke ukuba nondixelela ukutyhilwa kwalo.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:6-11