Udaniyeli 2:49 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDaniyeli wacela kukumkani; yena wamisa enkonzweni yokuphatha ilizwe laseBhabheli ooShadraki, noMeshaki, noAbhede-nego. Ke yena uDaniyeli waba sesangweni lokumkani.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:43-49