Udaniyeli 2:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena kumkani, wabe ubona, nango umfanekiso omkhulu. Loo mfanekiso ubumkhulu, nokubengezela kwawo kwancamisa, umi phambi kwakho; imbonakalo yawo ibisoyikeka.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:22-40