Udaniyeli 2:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena kumkani, izicamango zakho zathi tyaba kuwe esililini sakho, zokúya kubakho emveni koku; lowo ke uzityhilayo iimfihlakalo uyakwazisa okuya kubakho.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:27-32