Udaniyeli 2:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wasusela uDaniyeli wathi, Malibongwe igama likaThixo, kususela kunaphakade kude kuse ephakadeni; ngokuba ubulumko nobugorha bona bobakhe.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:17-22