Udaniyeli 2:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza uDaniyeli waya endlwini yakhe, wayazísa ooHananiya, noMishayeli, noAzariya, amakholwane akhe, le nto;

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:9-22