Udaniyeli 2:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula wathi kuAriyoki, obenegunya lakomkhulu, Yini na ukuba kuphume umthetho onje ukuba bukhali kukumkani? Waza uAriyoki wamazisa uDaniyeli le nto.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:12-19