Udaniyeli 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wesibini uNebhukadenetsare engukumkani, uNebhukadenetsare waphupha amaphupha, wakhathazeka umoya wakhe, waphelelwa bubuthongo.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:1-4