Udaniyeli 11:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Endaweni yakhe kuya kusuka kume ocandisa abaqhubi babantu ebungangamsheni bobukumkani; ngeentsuku ezimbalwa aphulwe, kungabi ngamisindo, kungabi ngamfazwe.

Udaniyeli 11

Udaniyeli 11:10-24