Udaniyeli 11:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaloo maxesha kuya kusukela phezulu abaninzi ngakukumkani wasezantsi; baziphakamise oonyana abangamanyangaza abantu bakowenu, ukuba bawumise umbono; bakhubeke.

Udaniyeli 11

Udaniyeli 11:9-24