Udaniyeli 10:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Noko ke ndiya kukuxelela okubhaliweyo esibhalweni senyaniso. Akukho namnye womelezana nam ngakwabo, ngaphandle kukaMikayeli, umthetheli wenu.

Udaniyeli 10

Udaniyeli 10:15-21