Udaniyeli 10:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nanko ofana noonyana babantu, echukumisa umlomo wam. Ndawuvula umlomo wam, ndathetha, ndathi kulo umi phambi kwam, Nkosi yam, ngenxa yembonakalo indifikele inimba yam, ndaphelelwa ngamandla.

Udaniyeli 10

Udaniyeli 10:13-21