Udaniyeli 1:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

abantwana abangenasiphako, abanomkhitha, ababuqiqileyo ubulumko bonke, abanokwazi, abanokuyiqonda bayazi into, abafanele ukuma ebhotweni lokumkani; abafùndise incwadi nolwimi lwamaKaledi.

Udaniyeli 1

Udaniyeli 1:1-8