Udaniyeli 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kuzo zonke iindawo zobulumko bokuqonda, abezibuza kubo ukumkani, wabafumana bebadlula ngokukalishumi zonke izazi nabakhwitsi abasebukumkanini bonke.

Udaniyeli 1

Udaniyeli 1:12-21