Udaniyeli 1:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umthetheli-mathenwa wathi kuDaniyeli, Ndiyayoyika inkosi yam ukumkani, omise eniya kukudla neniya kukusela; yini na ukuba abubone ubuso benu buthe matshamatsha kunobabayá baziintanga zenu? Noyizekisa ityala intloko yam kukumkani.

Udaniyeli 1

Udaniyeli 1:2-19