Uamosi 6:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umntu wophakanyiswa nguyisekazi, umngcwabi wakhe, ukuba awakhuphe amathambo akhe endlwini, athi kosentla endlwini, Kusekho na okuwe? athi lowo, Akusekho nto; wóthi yena, Thwize; ngokuba alingekhankanywa igama likaYehova.

Uamosi 6

Uamosi 6:1-14