Uamosi 1:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova ukuthi, Ngenxa yezikreqo ezithathu zakwaEdom, ngenxa yeziné — andiyi kuyibuyisa umva le nto — ngenxa yokumsukelisa kwakhe umzalwana wakhe ngekrele, eyilahlile imfesaye yakhe, umsindo wakhe uhlala uqwenga, emana egcine ukuphuphuma komsindo wakhe:

Uamosi 1

Uamosi 1:3-15