32. Ngani na? Ngokuba ukusukela kwakhe kwaye kungengokwaselukholweni; kwaye kungáthi kungokwasemisebenzini yomthetho. Kuba bábetheka elityeni eli lokubetheka,
33. njengokuba kubhaliwe kwathiwa,Yabona, ndibeka eZiyon ilitye lokubetheka,Iliwa lesikhubekiso; bonke abakholwayo kuye abayi kudaniswa.(UIsaya 28:16)