Kwabaseroma 9:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uIsaya udanduluka ngoSirayeli, esithi, Nangona inani loonyana bakaSirayeli lingangentlabathi yaselwandle, ngamasalela odwa aya kusindiswa (uIsaya 10:22);

Kwabaseroma 9

Kwabaseroma 9:22-31