Kwabaseroma 9:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ehla ke, mntundini! Ùngubani na wena, ukuba uphendulane noThixo? Into exonxiweyo ingátsho na kumxonxi wayo ukuthi, Yini na ukuba undenjenje ukundenza?

Kwabaseroma 9

Kwabaseroma 9:13-24