Kwabaseroma 8:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokokuba ukunyameka kwenyama kububutshaba kuThixo; kuba umthetho kaThixo kungawululameli, kuba kungenako nokuba nako ukwenjenjalo.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:2-16