Kwabaseroma 8:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Asiyiyo ke yodwa; sisuka nathi, banayo intlahlela yoMoya, thina aba ke ngokwethu, sincwine ngaphakathi kwethu, silinde ukwenziwa oonyana; inkululeko yomzimba wethu ke leyo.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:15-24