Kwabaseroma 8:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ke singabantwana, sikwaziindlalifa; iindlalifa zikaThixo, iindlalifa ke kunye noKristu; ukuba okunene siva ubunzima kunye naye, ukuze sizukiswe nokuzukiswa kunye naye.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:9-18