Kwabaseroma 8:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ke uMoya walowo wamvusayo uYesu kwabafileyo, umi ngaphakathi kwenu, yena owamvusayo uKristu kwabafileyo uya kuyenza iphile nemizimba yenu enokufa, ngaye uMoya wakhe omiyo ngaphakathi kwenu.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:1-19