Kwabaseroma 8:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko ke, ngoku akukho kugwetywa kwabakuKristu Yesu; abangahambiyo ngokwenyama, abahamba ngokoMoya.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:1-3