Kwabaseroma 7:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko ke, bazalwana bam, nani n'abulawa nafa kuwo umthetho ngawo umzimba kaKristu, ukuba nibe kuwumbi, kulowo ke wavuswa kwabafileyo, ukuze sixakathe isiqhamo kuThixo thina.

Kwabaseroma 7

Kwabaseroma 7:1-14