Kwabaseroma 7:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndiyazi ukuba ngaphakathi kwam, oko kukuthi enyameni yam, akumi okulungileyo; kuba ukuthanda kukhó ukubakho oku kum; ke kona ukukusebenza okuhle andikufumani.

Kwabaseroma 7

Kwabaseroma 7:12-25