Kwabaseroma 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Anazi na, bazalwana (kuba ndithetha kwabawaziyo umthetho), ukuba umthetho umphatha ngobukhosi umntu ngexesha lonke adla ubomi ngalo?

Kwabaseroma 7

Kwabaseroma 7:1-8