Kwabaseroma 6:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko ke sangcwatywa naye ngokubhaptizelwa ekufeni; ukuze, njengokuba uKristu wavuswayo kwabafileyo ngalo uzuko loYise, sithi ngokunjalo nathi sihambe sinobomi obutsha.

Kwabaseroma 6

Kwabaseroma 6:1-9