Kwabaseroma 6:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo amalungu enu maningawanikeli kuso isono, ukuba abe ziintonga zentswelabulungisa; manizinikele ngokwenu kuThixo, ngokwabaphile babengabafileyo, niwanikele kuThixo amalungu enu, ukuba abe ziintonga zobulungisa.

Kwabaseroma 6

Kwabaseroma 6:10-19