Kwabaseroma 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukufa ke kwalawula, kuthabathela kuAdam kwezisa kuMoses, nakwabo bangonanga ngokufana nesigqitho sika-Adam, oyintsobi yalowo ubeza kubakho.

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:8-15