Kwabaseroma 5:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko, njengokuba isono sangena ngamntu mnye ehlabathini, kwangena ke ukufa ngaso isono; kwaza ngokunjalo ukufa kwabatyhutyha abantu bonke, ekubeni bonke bonayo;

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:10-21