Kwabaseroma 5:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba xa sithe, besiziintshaba nje, saxolelaniswa noThixo ngako ukufa koNyana wakhe: kokhona, síxolelanisiwe nje, siya kusindiswa ngobomi bakhe.

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:1-18