Kwabaseroma 4:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ukumbeka ngedinga uAbraham, nokuba yimbewu yakhe, lokuba yindlalifa yalo ihlabathi, bekungengamthetho; bekungobulungisa bokholo.

Kwabaseroma 4

Kwabaseroma 4:7-16