Kwabaseroma 4:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza wamkela umqondiso wolwaluko, waba litywina lokuqinisa ubulungisa bokholo abenalo esekungalukini: ukuba abe nguyise wabo bonke abakholwayo besekungalukini, ukuze ubulungisa bubalelwe nakubo;

Kwabaseroma 4

Kwabaseroma 4:3-19