Kwabaseroma 3:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nakanye! UThixo yena makabe nenyaniso, bonke abantu ke babe ngamaxoki; njengokuba kubhaliwe kwathiwa,Ukuze ube nokugwetyelwa emazwini akho,Wèyise ekumangalelweni kwakho.(INdum. 51:4)

Kwabaseroma 3

Kwabaseroma 3:1-5