Kwabaseroma 3:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lingcwaba elivulekileyo umqala wabo,Ngeelwimi zabo bamana ukukhohlisa.(INdum. 5:9)Ubuhlungu bamaphimpi buphantsi kwemilebe yomlomo wabo.(INdum. 140:3)

Kwabaseroma 3

Kwabaseroma 3:5-18