Kwabaseroma 2:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

umYuda ngulowo wasemfihlekweni, nolwaluko lolwentliziyo ngomoya, kungengantetho: yena ùkudunyiswa kwakhe kungaphumi bantwini, kuphuma kuThixo.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:24-29