Kwabaseroma 2:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ulwaluko luyanceda okunene, ukuba ùyawenza umthetho; kodwa ukuba ungumgqithi womthetho, ulwaluko lwakho lusuke lwaba kukungaluki.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:19-29