Kwabaseroma 2:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba bonke abonileyo bengenamthetho, baya kutshabalala ngokunjalo bengenamthetho; nabo bonke abonileyo benomthetho, baya kugwetywa ngomthetho;

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:2-17