Kwabaseroma 16:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uyanibulisa uGayo, esilundwendwe lwakhe, mna nebandla liphela. Uyanibulisa uErasto, igosa lomzi, noKwarto umzalwana.

Kwabaseroma 16

Kwabaseroma 16:18-24