Kwabaseroma 16:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bulisani kuTrifena noTrifosa, abo babulalekàyo emsebenzini weNkosi. Bulisani kuPersi, intánda, yena wabulalekayo kakhulu emsebenzini weNkosi.

Kwabaseroma 16

Kwabaseroma 16:6-14