Kwabaseroma 15:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

zithi ke iintlanga zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe, njengokuba kubhaliwe kwathiwa,Ngenxa yoko, ndiya kukudumisa phakathi kweentlanga,Ndilibethele uhadi igama lakho.(INdum. 18:49)

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:6-16