Kwabaseroma 15:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

xa ndihambela kwelaseSpani, ndoza kuni; kuba ndithemba ukunibona xa ndicandayo kuni, nokuphelekelelwa nini ukuya khona, ukuba ndithe kuqala ndakha ndadlelana nani ngokwaneleyo.

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:16-26