Kwabaseroma 15:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo uIsaya uthi,Liya kubakho iHlumelo likaYese;Úya kuvela oya kulawula iintlanga;Ziya kuthembela kuye iintlanga.(UIsaya 11:1,10)

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:7-15