Kwabaseroma 14:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùngubani na wena ugweba isicaka somnye? Ukuma kwaso, nokuba kukuwa kwaso, kusenkosini yaso. Síya kuma ke; kuba uThixo unako ukusimisa.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:2-14