Kwabaseroma 14:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musa ukuthi, ngenxa yokudla, uwuchithe umsebenzi kaThixo. Okunene, konke kuhlambulukile; kodwa ke kubi kuloo mntu uthi ngokudla akhubekise.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:13-22