Kwabaseroma 14:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke wena, yini na ukuba umgwebe umzalwana wakho? Hi wena, yini na ukuba umenze into engeyakonto umzalwana wakho? Kuba thina siya kuma sonke phambi kwesihlalo sokugweba sikaKristu.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:9-17